album cover
Nomkitha
album cover
00:00
00:25
00:35
00:45
00:50
00:55
01:10
01:15
01:30
01:55
02:00
02:30
02:40
03:00
03:15
03:45
04:10
00:00
04:30
지난 7일
Nomkitha은(는) 지난 주에 약 1 분 and 55 초 시점에에 가장 많이 검색된 곡입니다.

뮤직 비디오

뮤직 비디오

가사

Ndibethwa luvalo
Xa ndibona wena
Andisakwazi nokuzibamba
Ndincuma kakhulu xa ndibona wena
Andali ndiyoyika
Ukuthetha nawe
Kodwa Nomkhitha
Khand'nik'thuba
Ndithethe nawe
Ohhh
Nd'yak'cela mamela
Nd'yak'cela mamela
Ngawe nd'yaz'fela
Ngawe nd'yaz'fela
Khawuleza sondela
Khawuleza sondela
Ndikuthand'okwempela
Ndikuthand'okwempela
(Nomkhithakazi)
(Nomkhithakazi)
Buyandiphambanisa ubuhle bakho
Inhliziyo yam igcwel'uthando lwakho
Inkomo zikhona, baph'abazali bakho
Ndizimisel' uk'ba ngumyeni wakho
Nd'yak'cela mamela
Nd'yak'cela mamela
Ngawe nd'yaz'fela
Ngawe nd'yaz'fela
Khawuleza sondela
Khawuleza sondela
Ndikuthand'okwempela
Ndikuthand'okwempela
(Nomkhithakazi)
(Nomkhithakazi)
(Nomkhithakazi)
(Nomkhithakazi)
Nd'yak'cela mamela
Nd'yak'cela mamela
Ngawe nd'yaz'fela
Ngawe nd'yaz'fela
Khawuleza sondela
Khawuleza sondela
Ndikuthand'okwempela
Ndikuthand'okwempela
Nd'yak'cela mamela
Nd'yak'cela mamela
Ngawe nd'yaz'fela
Ngawe nd'yaz'fela
Khawuleza sondela
Khawuleza sondela
Ndikuthand'okwempela
Ndikuthand'okwempela
(Nomkhithakazi)
(Nomkhithakazi)
Written by: Ntsika Fana Ngxanga, R Malinga
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...