뮤직 비디오

DJ Maphorisa, Kabza De Small - iNtombi (Official Audio) ft. Sekiwe, Mas Musiq
{artistName}의 {trackName} 뮤직 비디오 보기

크레딧

실연 아티스트
Kabza De Small x DJ Maphorisa
Kabza De Small x DJ Maphorisa
실연자
Sekiwe
Sekiwe
실연자
Mas Musiq
Mas Musiq
실연자
작곡 및 작사
Themba Sekowe
Themba Sekowe
작곡가
Kabelo Motha
Kabelo Motha
작곡가
Thabo Martin Ngubane
Thabo Martin Ngubane
작곡가
프로덕션 및 엔지니어링
Kabza De Small x DJ Maphorisa
Kabza De Small x DJ Maphorisa
프로듀서

가사

Intomb' emnyama Ndiyavuya ukuba yintombi emnyama Uncumo lwam lubalulekile Ngoba ndiliqhakazana wo Intomb' emnyama Ndiyavuya uk'ba yintombi emnyama Ubuhle bam bubhekwa nzulu ngaphakathi Ndiyavuya uk'ba yintombi emnyama Xa ihleka kukhanya amazinyo amahle (awu thetha makazi) Unonzwakazi omnyamazana (awu thetha makazi) Uqhakazile ilanga likhanya kuye (awu thetha makazi) Umuhle tomb' emnyama intombi enesizotha Ha hahaha (Thetha makazi sibabhe uncumo lwakhe lungenz' ingxongxo) (Thetha makazi sibabhe intomb' emnyama isismomondiya) Xa ihleka kukhanya amazinyo akhe Yeyeyeye yeyeye ngokuba uthokoza ngawo Yeyeyeye yeyeye Uyintombi emnyama Xa ehleka kukhanya amazinyo amahle (awu thetha makazi) Unonzwakazi omnyamazana (awu thetha makazi) Uqhakazile ilanga likhanya kuye (awu thetha makazi) Umuhle tomb' emnyama intombi enesizotha Ha haha (Thetha makazi sibabhe uncumo lwakhe lungenz' ingxongxo) (Thetha makazi sibabhe intomb' emnyama isismomondiya) Xa ihleka kukhanya amazinyo akhe Yeyeyeye yeyeye ngokuba uthokoza ngawo (Thetha makazi sibabhe uncumo lwakhe lungenz' ingxongxo) (Thetha makazi sibabhe intomb' emnyama isismomondiya)
Writer(s): Kabelo Motha Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out