Berita의 상위 곡
유사한 곡
크레딧
실연 아티스트
Thami Mdluli
일렉트릭 베이스 기타
Gugulethu Khumalo
리드 보컬
Nelly Boyi
백그라운드 보컬
Themba Dlamini
일렉트릭 기타
작곡 및 작사
Gugulethu Khumalo
송라이터
프로덕션 및 엔지니어링
Thami Mdluli
프로듀서
가사
Sukundixhesha ndaw'xhentsa
Ngexesha lam mina.
Sukundixhesha ndaw'xhentsa
Ngexesha lam.
Ixhesh' elibekwe nguThixo
Lixesha lam elo... x2
Jong' izihlangu Zami,
Iz'thende zinamasa,
Ujonge nesiqu sami,
Umzimb' uxhwalekile.
Ndlela end'hleli ngayo
Naw'uyaz'bonela.
Ndihleli kab'hlungu.
Apho ndihamba khona,
Kutheni undilandela?
Nditsho kangaphi na?
S'thundzi dilika!
Eeeey!
Sukundixhesha ndaw'xhentsa
Ngexesha lam mina.
Sukundixhesha ndaw'xhentsa
Ngexesha lam.
Ixesh'elibekwe nguThixo.
Lixesha lam elo... x2
Ooo
Thula mvandedwa.
Uwabhatel' amatyala akho.
Nguw'oyaziy'inyani.
Sukulila
Sukulila
All my life
I've had to fight
And I won't let nobody
Take my dreams away
Take my dreams away,
Take my dreams away.
Andizang'emtshotshweni mna.
Sukundixhesha ndaw'xhentsa
Ngexesha lam mna.
Sukundixhesha ndaw'xhentsa
Ngexesha lam.
Ixesh'elibekwe nguThixo
Lixesha lam elo... x2
Writer(s): Gugulethu Khumalo
Lyrics powered by www.musixmatch.com