가사

Hayi andizenzi mfethu Nkathalo itshon' emuva Ilandwa yinkolo yami Yokuthi ndileq' iphupha elinguwe Kum' ilizwe kofika wena Nomphefumulo uphel' amandla Ndimelwe yintliziyo, nengqondo, nes'milo Mandinaye Inkathalo ivelile Mandinaye, empilweni yami Kufika imincumo ebambeka nzima Konwaba nabazali ndothi nam ndinaye Mandinaye, inkathalo ivelile Mandinaye Mandinaye Mandinaye Mandinaye Mandinaye Mandinaye Hayi andizenzi mfethu Nkathalo itshon' emuva Ilandwa yinkolo yami Yokuthi ndileq' iphupha elinguwe Kum' ilizwe kofika wena Nomphefumlo uphel' amandla Ndimelwe yintlizo, nengqondo, nes'milo Mandinaye Inkathalo ivelile Mandinaye, empilweni yami Kufika imincumo ebambeka nzima Konwaba nabazali ndothi nam ndinaye Mandinaye, inkathalo ivelile Mandinaye Mandinaye Mandinaye Mandinaye Mandinaye Mandinaye Mandinaye Mandinaye Mandinaye Mandinaye Mandinaye Mandinaye
Writer(s): Sanele Sithole, Ami Faku Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out