뮤직 비디오

크레딧

실연 아티스트
Emtee
Emtee
보컬
Ami Faku
Ami Faku
보컬
작곡 및 작사
Thulasizwe Dlamini
Thulasizwe Dlamini
작곡가
Amanda Faku
Amanda Faku
송라이터
Mthembeni Ndevu
Mthembeni Ndevu
송라이터
프로덕션 및 엔지니어링
Thulasizwe Dlamini
Thulasizwe Dlamini
프로듀서
Bobby Johnson
Bobby Johnson
마스터링 엔지니어

가사

Sobonana kweli linye ilizwe Kuyabanda ekhaya awukho Ndingxamele ubona uncumo lwakho Sihleli siphele sisqhazolo Okwangoku Lala, lala ngoxolo Lala, lala ngoxolo Lala, lala ngoxolo Okwangoku Lala, lala ngoxolo Lala, lala ngoxolo Lala, lala ngoxolo Uyabona manje akukho xolo Bendicimba ndinamandla Andiykholelwa Inyembezi, azipheli Akusafani la ma ungekho Ubungathe awuyonto, ngaphandle kwami Awuyonto Kwaphela ubumboza Andinanto Joba umkile Okwangoku Lala, lala ngoxolo Lala, lala ngoxolo Lala, lala ngoxolo Okwangoku Lala, lala ngoxolo Lala, lala ngoxolo Lala, lala ngoxolo You used to tell me I would go far, ey You used to tell me I would be a star, ey I know you living better where you are, ey You don't need no ice, you don't need no fancy car, ey Ngelinye ilanga sizo bonana Ngelinye ilanga sizo bloma na Ngelinye ilanga sizo bonana Ngelinye ilanga sizo bloma na We don't live forever we don't live forever But I know that one day we will be together We don't live forever we don't live forever Sobonana kweli linye ilizwe Kuyabanda ekhaya awukho Ndingavuya ukuva ilizwi lakho Impilo ibuhlungu awukho Okwangoku Lala, lala ngoxolo Lala, lala ngoxolo Lala, lala ngoxolo Okwangoku Lala, lala ngoxolo Lala, lala ngoxolo Lala, lala ngoxolo
Writer(s): Mthembeni Ndevu, Thulasizwe Dlamini, Amanda Phumeza Faku Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out