뮤직 비디오

제공

크레딧

실연 아티스트
Zahara
Zahara
보컬
Mjakes
Mjakes
건반
Devine Mitchell
Devine Mitchell
기타
작곡 및 작사
Mojalefa Thebe
Mojalefa Thebe
작곡가
Bulelwa Mkutukana
Bulelwa Mkutukana
송라이터
프로덕션 및 엔지니어링
Mjakes
Mjakes
프로듀서
Rogan Kelsey
Rogan Kelsey
마스터링 엔지니어

가사

Ndizonyamezela Ndide ndifike kuwe Ndizonyamezela Imihla yam yolulwe Ndizonyamezela Ndize ndifike kuwe Ndizonyamezela Imihla yam yolulwe Namhlanje ndinokholo Ubomi buzo tshintsha Ndiboni lizwe litsha Sinothando Andinanto esandleni Ndize kanye nkosi Liwa, libhek' umoya Akukho themba Ndizonyamezela Ndide ndifike kuwe Ndizonyamezela Imihla yam yolulwe Ndizonyamezela Ndize ndifike kuwe Ndizonyamezela Imihla yam yolulwe Kubekdala ingcinga Ndihambe, ndibuye Kuwe ndlela, namhlanje ndine themba Ubomi buzo tshintsha (eish) Ndikhula ndinesihlahla ngumthunzi wam Namhlanje ndine themba Ubomi buzotshintsha Ndandisiya nezihlwele Kuyo indlu yakho namhlanje ndindodwa Undithembisile wothi uzobuya Ndibekuwe indlela namhlamje ndindo Ndandisiya nezihlwele Kuyo indlu yakho namhlanje ndindodwa Undithembisile uthi uzobuya Ndivekuwe indlela namhlamje ndindodwa Ndizonyamezela Ndize ndifike kuwe Ndizonyamezela Imihla yam yolulwe Ndizonyamezela Zendifike kuwe Ndizonyamezela Imihla yam yolulwe Ndizonyamezela Ndize ndifike kuwe Ndizonyamezela Imihla yam yolulwe Ndizonyamezela Ndize ndifike kuwe Ndizonyamezela Imihla yam yolulwe
Writer(s): Bulelwa Mkutukane, Mojalefa Thebe Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out