album cover
Ayadelela
album cover
Ayadelela은(는) {albumName} 앨범에 수록된 곡으로 2024년 5월 10일일에 Content Connect Africa에서 발매되었습니다.Ayadelela - Single
2024년 5월 10일
라벨Content Connect Africa
BPM140
멜로디에 강한 음악
어쿠스틱 악기 중심
발랑스
춤추기 좋은 음악
에너지

가사

Madoda masithetheni
Ngalendaba yalamakhwenkwe (Ayadelela)
Lamakhwenkwe alendawo
Andifuni kube ndirongo man 'cause ndiyindoda
Ndifuna ukuba straight makhwenkwe, bathi ayadelela
Amakhwenkwe alendawo ayadelela (Hayi, hayi, su geza)
Amakhwenkwe alendawo ayadelela (Hayi, hayi, su geza)
Ewe kaloku ayadelela (Hayi, hayi, su geza)
Ewe kaloku ayadelela (Hayi, hayi, su geza)
Wangena uMfene, wangena uHlathi
Wangena uLisa, uSuthu uJambasi
Ngeba ndizibiza ngesduko sikatata
Qhi nxaki lamjita azange ndamazi (Elele elele)
Ngena sizukulu sika MaMthembu
Ngabinaxhala nalapha kukokwenu
Siyakuthanda utsho ngebatha
Utsho ngemali eninzi ububhanxa
Ha-ha-ha, ha-ha, iyeah hi-hi, heh
Ey uyathanda uloqa xa unxilile
Hayi ndilapha kuni zingwenya
Ndizonibulela ngondikhusela
Ndisemazweni nabantu abakhulu
Ndi Instagrama ukutsha okuduru
Niyawabona, na lamakhwenkwe
Ahlisa ibhrukwe engenanyuku (Haybo)
Amakhwenkwe alendawo ayadelela (Hayi, hayi, su geza)
Amakhwenkwe alendawo ayadelela (Hayi, hayi, su geza)
Ewe kaloku ayadelela (Hayi, hayi, su geza)
Ewe kaloku ayadelela (Hayi, hayi)
Amasango, nd'wavulile amasango
Nd'wavulile amasango
Nd'wavulile amasango (Hayi, hayi bo)
Nd'wavulile aweskolo, nd'wavulile awengqondo
Nd'wavulile awe hip-hop (Hayi, hayi bo)
Yeka umona
Khawuzifundise bhuti ukuncoma
I mean it's not like seke wam'bona
Ekulendawo nawe umrepha womXhosa chief
You know the deal
It doesn't take alot for me to take the lead
Oh yes I know you say you do
But I know you don't believe
I'm going overseas ngesiXhosa sisi
Ungandijonga sisi andizongafiki
And ndizoba-busy taking over sisi
Abantu banomona tjini
Bayandibhora sisi
Inqondo ine focus gqithi ingathi iyafota sisi
Amakhwenkwe alendawo ayadelela (Hayi, hayi, su geza)
Amakhwenkwe alendawo ayadelela (Hayi, hayi, su geza)
Ewe kaloku ayadelela (Hayi, hayi, su geza)
Ewe kaloku ayadelela (Hayi, hayi, su geza)
Yangena iGugulethu kwedini
Bangena eBhayi naseThekwini
Wangena u-L Nini noKhosh kwedini
Wangena uMuzi noMusa kwedini
Aymani
Written by: Elethu Mpengesi, Kholekile Buyana, Muzi Mazibuko, Mzondeleli Boltina
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...