album cover
Imvula
album cover
Imvula은(는) {albumName} 앨범에 수록된 곡으로 2025년 8월 29일일에 TomiRMusic에서 발매되었습니다.1991
앨범1991
2025년 8월 29일
라벨TomiRMusic
언어English
BPM109
멜로디에 강한 음악
어쿠스틱 악기 중심
발랑스
춤추기 좋은 음악
에너지

뮤직 비디오

뮤직 비디오

가사

Noba selitshon' ilanga
Iyana imvula
Noma ngiyisinamuva
Galela mama
Kumhlaba wangasekhaya
Ngoba wena, wena ulithemba wena
Wena ulingomso wena
Ndincede ndincede
Ndincede ndincede
Awam amathemba
Ayophela ndakufika kuwe
Ndakufika kuwe
Ndawuzama ndisiza
Ndisiwa ndivuka
Ndakufikela kuwe
Ndawuzama ndisiza
Ndisiwa ndivuka
Ndakufikela kuwe
Bosikhalela abangaphesheya
Abawelela khona
Bozithwala entloko ezabo iizandla
Mhla savumela iintlungu nezinyembezi
Iintlungu nezinyembezi
Bosikhalela abangaphesheya
Abawelela khona
Bozithwala entloko ezabo iizandla
Mhla savumela iintlungu nezinyembezi
Oh thula kaloku themba labo
Thula kaloku ngomso labo
Thula kaloku themba labo
Oh thula kaloku themba labo
Thula kaloku ngomso labo
Iyana imvula! Asinakuvuma!
Sikhethiwe!
Iyana imvula! Asinakuvuma!
Sikhethiwe!
Written by: Ntlokoma Masangwana, Thomas Rikhotso
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...