Credits
PERFORMING ARTISTS
Vusi Nova
Lead Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Bongani Mahlaole
Songwriter
Vususmzi Nongxa
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Bongani Mahlaole
Producer
Songteksten
[Intro]
Imini imnandi kangaka
Waze wayifumana
Indoda yazi umandlovu
[Verse 1]
Luvuyo nemincili
Abantu belali
Bayabhiyoza
Bayabhiyoza
[Verse 2]
Usana oluhle kangaka
Jonga amehlo alo
Ayakhazimla, ayakhazimla, yakhazimla
Imingqwele emihle yentsikelelo
Imingqwele emihle yentsikelelo yana
[Verse 3]
(Iyana) Xakuzalwa intombi
(Iyana) Ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) Ho yana, ho yana
Ho yana khang'iphinde ithule
[Verse 4]
(Iyana) Xakuzalwa intombi
(Iyana) Ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) Ho yana, ho yana
Ho yana khang'iphinde ithule
[Verse 5]
(Iyana) Xakuzalwa intombi
(Iyana) Ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) Ho yana, ho yana
Ho yana
[Verse 6]
UmaKhumalo uyahamba
Ushiye zonke izinto emva
Ushiye nelo khaya
Lona elo khaya osebenzela lona
[Verse 7]
Hamba makhumalo
Suk'jonga emva
Uthixo uzohlal'enawe
Ehlale nawe naku ndlela enameva
[Verse 8]
Hamba makhumalo
Bakulindile phambili wena ophethe ingoma
Hamba maKhumalo
Bakulindile phambili wena ophethe ingoma
Yana, iyana, iyana
Izulu liyana
[Verse 9]
(Iyana) Xakuzalwa intombi
(Iyana) Ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) Ho yana, ho yana
Ho yana khang' iphinde ithule
[Verse 10]
(Iyana) Xakuzalwa intombi
(Iyana) Ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) Ho yana, ho yana
Ho yana khang' iphinde ithule, hey
[Verse 11]
(Iyana) Xakuzalwa intombi
(Iyana) Ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) Ho yana, ho yana
Ho yana
[Verse 12]
Iyana
Iyana
(Yana imvula) Yana imvula
Ho yana
[Verse 13]
Iyana
Iyana
(Yana imvula) Ho yana, ho yana, hey
[Verse 14]
Iyana
Iyana
(Yana imvula) Eh, ngala mini
Iyana
Iyana
Yana imvula
[Outro]
Ngokwezulu lana
(Iyana) Xakuzalwa intombi
(Iyana) Ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) Ho yana, ho yana
Ho yana khang'iphinde ithule
Written by: Bongani Mahlaole, Vususmzi Nongxa

