Songteksten

Noba bengaa thetha kakubi ngawe Mna andfuni nokuva ngawe ×2 Noba benga khuph amabibi kho Mna andfuni nokuva ngawe, andfuni nokuva ngawee Ntyilo ntyilo oh yamandi loo ntsholo Itsho kamandi Ngoba sthandwa yeyakhoo ohhh Noba bangand'phakamela Bathi andiyonto, ndzobashiya bezibuza Ngoba andfun' ukuva ngawe Andfun' ukuva ngawee Noba benga thetha kakubi ngawe Mna andfuni nokuva ngawe Mna andfuni nokuva ngawe Noba benga khupha amabibi akho Mna andfuni nokuva ngawe, andfuni nokuva ngawee Angeke bajik' ingqondo yam ngawe my love Kuba ndifuna wena, nempazamo zakho Ewe andfuni nokuva ngawe, kuba andfuni kohlukana nawe Inkungu zilala kwintaba ngeentaba Njenge ngxaki zethu,zizodlula xa sisobabini Noba bengaa thetha kakubi ngawe Mna andfuni nokuva ngawe Mna andfuni nokuva ngawe Noba bengakhuph' amabibi akho Mna andfuni nokuva ngawe, andfuni nokuva ngawee .
Writer(s): Kwanda Mahlombe, Lihle Baleni, Mphatso Nanchinga, Ngcali Nundu, Sihle Mdaka Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out