Tekst Utworu

Ndingaqala ngaphi? Mna xa ndithetha ngawe mntu wam Ubumele lobubi Wena wandithanda unconditionally That's why ndithanda wena (s'thandwa sam) Oh'ho ndifuna wena (lovey wam) Oh'ho ndithanda wena (s'thandwa sam) Oh'ho ndifuna wena (lovey wam) Ngaphandle kwankho baby kucacil' impil' andiy'boni Ngoba baby baby baby mina ngawe lovey nd'zfela, manyani Sunxama ndivumele ndikhuph' okuphakathi apha kum Mina nawe ngamathe nolwimi Oh'ho ndithanda wena (s'thandwa sam) Oh'ho ndifuna wena (lovey wam) Oh'ho ndithanda wena (s'thandwa sam) Oh'ho ndifuna wena (lovey wam) Oh'ho ndithanda wena (s'thandwa sam) Baby ndifuna wena (lovey wam) Oh'ho ndithanda wena (s'thandwa sam) Oh'ho ndifuna wena baby (lovey wam) Yeyi ndithi ndithanda wena (s'thandwa sam) Oh'ho ndifuna wena (lovey wam) Oh'ho ndithanda wena (s'thandwa sam) Oh'ho ndifuna wena (lovey wam)
Writer(s): Vusumzi Nongxa Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out