album cover
Impilo
36 320
Music
Utwór Impilo został wydany 27 lipca 2018 przez Gallo Record Company jako część albumu Iphupha Labantu
album cover
Data wydania27 lipca 2018
WytwórniaGallo Record Company
Melodyjność
Akustyczność
Valence
Taneczność
Energia
BPM115

Kredyty

PERFORMING ARTISTS
Nathi Mankayi
Nathi Mankayi
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Nathi
Nathi
Songwriter

Tekst Utworu

Ndijonga phezulu ndizama kubamba yembezi zingehli emehlweni am
Bomi bunzima sijongene nabo
Masizive sifumana amandla
Ukulila kwam kukubhala kwam ingoma ngexesha elifanelekileyo
Wonke amaduna andiphakameleyo asezogotywa phambi kwam
Angeke n'kwazi ukuphila ngaphandle kwakho
Angeke n'kwazi ukuphila ngaphandle kwakho
Angeke n'kwazi ukuphila ngaphandle kwakho
Angeke n'kwazi ukuphila ngaphandle kwakho
Kunzima uk'phila ngaphandle kwakho
Inzim'impilo ngaphandle kwakho
Kunzima uk'phila ngaphandle kwakho
Inzim'impilo ngaphandle kwakho
Iminqweno nemithandazo yethu yeminyaka asoze yabhanga
Ukuvunjwa nokwakhiwa kwethu akukaveli kusezomangaza
Xandisiva ukudinwa kwamadolo ami endleleni ze ndomelezwe
Nezinto ezimbi ezithethekileyo zifun'undonyelisa mandomelezwe
Angeke n'kwazi ukuphila ngaphandle kwakho
Angeke n'kwazi ukuphila ngaphandle kwakho
Angeke n'kwazi ukuphila ngaphandle kwakho
Angeke n'kwazi ukuphila ngaphandle kwakho
Kunzima uk'phila ngaphandle kwakho
Inzim'impilo ngaphandle kwakho
Kunzima uk'phila ngaphandle kwakho
Inzim'impilo ngaphandle kwakho
Angeke n'kwazi ukuphila ngaphandle kwakho
Angeke n'kwazi ukuphila ngaphandle kwakho
Angeke n'kwazi ukuphila ngaphandle kwakho
Angeke n'kwazi ukuphila ngaphandle kwakho
Kunzima uk'phila ngaphandle kwakho
Inzim'impilo ngaphandle kwakho
Kunzima uk'phila ngaphandle kwakho
Inzim'impilo ngaphandle kwakho
Written by: Nathi Mankayi
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...