Podobne Utwory
Kredyty
PERFORMING ARTISTS
Unathi Msengana
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Unathi Msengana
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Fikile Luswazi
Producer
Tekst Utworu
Nguwo, iyhooo, Masembathe
Dade, dade, sithi siyakukhapha
Nguw' umtshato,
Tshomi bazoziqhenya ngawe o' dade
Ngobukho bakho, bonke
Kuyagidwa kwaNolali, kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala, kwowu kuzoba mnandi
Kwoku kumenywe bani ngemeli?
Kuyagidwa kwaNolali, kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala besixhosa
Kwoku kuzoba mnandi
Kuyagidwa kwaNolali, kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala, kwowu kuzoba mnandi
Kwaku kumenywe bani ngemeli?
Kuyagidwa kwaNolali, kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala besixhosa
Kwaku kuzoba mnandi
Nzuzo, Nzuzo bazongena
Bazokuthatha bakthathe
Nguwe ozasimela
Ngumtshato, tshomi bazazqhenya ngawe
Umtshakazi, oh ubuhle bakho, bonke
Kuyagidwa kwaNolali, kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala, kwowu kuzoba mnandi
Kwoku kumenywe bani ngemeli?
Kuyagidwa kwaNolali, kuyatshatwa kwaNolali
Kusilw' utywala besixhosa
Kwoku kuzoba mnandi
Writer(s): Unathi Nkayi, Fikile Luswazi
Lyrics powered by www.musixmatch.com