album cover
Ithamsanqa
album cover
Utwór Ithamsanqa został wydany 21 października 2014 przez Tox Music jako część albumu Kuphelele
Released21 października 2014
WytwórniaTox Music
BPM94
Melodyjność
Akustyczność
Valence
Taneczność
Energia

Tekst Utworu

Ithamsanqa (Ithamsanqa)
Ithamsanqa (Elikhulu)
Elikhulu (Ithamsanqa)
Elezulu (Elezulu)
Likho kothembayo (Likho kothembayo)
Likho kothembayo (Kuwe)
Ngokuba ethandwa, ngokuba ethandwa (Ngokuba ethandwa nguwe)
 
Ithamsanqa (Ithamsanqa)
Ithamsanqa (Elikhulu)
Elikhulu (Ithamsanqa)
Elezulu (Elezulu)
Likho kothembayo (Likho kothembayo)
Likho kothembayo (Kothembayo kuwe)
Ngokuba ethandwa, ngokuba ethandwa (Ngokuba ethandwa nguwe)
 
Ithamsanqa elikhulu
Oh ithamsanqa elezulu
Oh likho kothembayo kuwe
Ngokuba ethandwa nguwe
 
Oh ithamsanqa (Ithamsanqa)
Ithamsanqa (Elikhulu)
Ithamsanqa elikhulu (Ithamsanqa)
Ithamsanqa lezulu (Elezulu)
Likho kothembayo (Likho kothembayo)
Likho kothembayo (Kuwe)
Ngokuba ethandwa ngokuba ethandwa (Ngokuba ethandwa nguwe)
Ethandwa nguwe, ngokuba ethandwa (Ngokuba ethandwa nguwe)
Ethandwa nguwe, ngokuba ethandwa (Ngokuba ethandwa nguwe)
Ethandwa nguwe, ethandwa (Ngokuba ethandwa nguwe)
Ethandwa nguwe, ngokuba ethandwa (Ngokuba ethandwa nguwe)
Sibulela uthandwa nguwe, ngokuba ethandwa (Ngokuba ethandwa nguwe)
Ethandwa nguwe, ethandwa nguwe (Ngokuba ethandwa nguwe)
Ethandwa nguwe ngokuba ethandwa (Ngokuba ethandwa nguwe)
Ethandwa nguwe, ethandwa nguwe (Ngokuba ethandwa nguwe)
Yiyiyiyiyi (Ngokuba ethandwa nguwe)
Yiyiyiyiyi (Ngokuba ethandwa nguwe)
Written by: Butho Vuthela
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...