Tekst Utworu

Andihambi ndedwa Ndikhatshwa Ngomakhulu bam Nezinyanya zam Nookhokho bam Akhont'uzawyenza Awnamandla wena Ngekh uymele lento uyenzayo Andihambi ndedwa Ndikhatshwa ngomakhulu bam Nezinyanya zam Nokhkoho bam Akhonto uzawyenza Awnamandla wena Ngekh'uymele lento uyenzayo Sondela apha mhlobo wam Ndikuxoxel indaba Indaba ngokhokho bethu Ookhokho bethu Abenguni Ngok kdala kdala wasey mveku Babe phaa phezulu Phaaya phesheya Isela kuthangayiya Ohhhhh ohhh Kusala ngabanguni Andihambi ndedwa Ndikhatshwa Ngoomakhulu bam Nezinyanya zam Nokhokho bam Akhont uzawyenza Awnamandla wen' Ngekh uymele lento uyenzayo Oh Nina oh nina Nini nisuke kude lee na Oh nina oh nina Nini niwele umlambo omkhulu Izambezi ne Limpopo Ama bayina Ama helena Ama kharanga Amalana amahina Amashona Amathina AmaXhosa AmaNdebele
Writer(s): Thandiswa Mazwai Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out