Letra

Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Nokuba lendlel' imxinwa Likhon' ithuba lam Lokuthubeleza ndizofika Ubomi bethu bahlukile Kodwa ikhon' indawo esidibana kuyo Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Val' amehlo akho Ujonge ngentliziyo yakho Siyafana, sifun' intw' enye Sifun' ukuphila Zungandivaleli ithuba lam Nelakho liyeza Kukhw' induli eluhlaza engabiyelwanga Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Mna ndimthembile UMdali wezulu nomhlaba Ngoba wasinika ubukhosi Mna ndimthembile UMdali wezulu nomhlaba Ngoba zonk' impendulo zikuye Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Ndizoguqa ndithandaze Ndizoguqa ndithandaze Ndizoguqa ndithandaze Ndizoguqa ndithandaze Inameva iyahlaba
Writer(s): Robinson Malinga, Bulelwa Mkutukana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out