Letra

Loli lovey wam Yintoni undenza nje mna Bendith ungowam, nam ndingowakho Celungandi shiyi themba lam Loli lovey wam Yintoni undenza nje mna Bendith ungowam, nam ndingowakho Celungandi shiyi themba lam Loli baby wam Kutheni ungathi ufunu kuchaz'abantu Kubo bendikukhethile mna Hee ndithi nawe baby wavumelana nam Baby nawe uyazi makukuhle Abantu bathand'ukfaku nyawo Bohlala benomona Wenungowam! nodoli wam Hee ngithi baby uthandwa ndim, uthandwa ndim Loli! Loli lovey wam Yintoni undenza nje mna Bendith ungowam, nam ndingowakho Celungandi shiyi themba lam ... Loli lovey wam Yintoni undenza nje mna Bendith ungowam, nam ndingowakho Celungandi shiyi themba lam Xa k'phuma le ndlini mina ngiyosal' etown Basale bona bexokama igama lam Hhe Loli musuba khona batheth' intengekhoyo Iphuthelwe yona themba mina sweety love ohh Ungowami ndingowakho never xandi jikelwa uSatane Sthanda ngivumele sibonisane uma uvele uqoqe uhambe Kanti kuthini ungandibuzi bakholelwe abantu Loli lovey wam Yintoni undenza nje mna Bendith ungowam, nam ndingowakho Celungandi shiyi themba lam sukundishiya Loli lovey wam Yintoni undenza nje mna Bendith ungowam, nam ndingowakho Celungandi shiyi themba lam Loli lovey wam Yintoni undenza nje mna Bendith ungowam, nam ndingowakho Celungandi shiyi themba lam sukundishiya Loli lovey wam Yintoni undenza nje mna Bendith ungowam, nam ndingowakho Celungandi shiyi themba lam
Writer(s): Vusi Nongxa, Samuel Amo Febi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out