Letra

Ntombazana emnyamazana entle Enomkitha ethandekayo Ndikubona mihla yonke Udlula ngasekhaya uyokhamanzi Welele Ndithe ndifuna uthetha nawe Qha nje ndabethelwa luvalo Kodwa ndazincama zavele Zajika izinto ekuhambeni Kwethuba ingaba kwenzenjani Ndakuniki inhliziyo nothando Lwam lonke ngoku undifuni mali Yewena awuyaz oyifunayo Yewena awuyazi oyifunayo oh Awuyazi oyfunayo Yewena awuyazi oyifunayo Ndakuniki inhliziyo nothando Lwam lonke ngoku undifuni mali Yewena awuyaz oyifunayo Yewena awuyazi oyifunayo oh Awuyazi oyfunayo Yewena awuyazi oyifunayo Yewena awuyaz oyfunayo Mna ndifuna wena Wena ufuni mali Yewena awuyazi oyifunayo Mna ndifuna wena Wena ufuna imali Yewena awuyazi oyifunayo Mna ndifuna wena Wena ufuna imali Yewena awuyazi oyifunayo Mna ndifuna wena Wena ufuna imali Mna ndifuna wena Wena ufuna imali Mna ndifuna wena Wena ufuna imali Mna ndifuna wena Wena ufuna imali Ndakuniki inhliziyo nothando Lwam lonke ngoku undifuni mali Yewena awuyaz oyifunayo Yewena awuyazi oyifunayo oh Awuyazi oyfunayo Yewena awuyazi oyifunayo Ndakuniki inhliziyo nothando Lwam lonke ngoku undifuni mali Yewena awuyaz oyifunayo Yewena awuyazi oyifunayo oh Awuyazi oyfunayo Yewena awuyazi oyifunayo Yewena awuyaz oyfunayo Mna ndifuna wena Wena ufuni mali Yewena awuyazi oyifunayo Mna ndifuna wena Wena ufuna imali Yewena awuyazi oyifunayo Mna ndifuna wena Wena ufuna imali Yewena awuyazi oyifunayo Mna ndifuna wena Wena ufuna imali
Writer(s): Lwandile Mweza Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out