Letra

Vul' indlela weMaMgobhozi He, unyana wam Helele, uyashada namhlanje Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona 'Nyana wam uthathile Bengingazi ng'yombon' umakoti Unyana wam, eh ujongile this time MaRadebe sus' ezoz'specs Uze emshadweni, s'yashadisa namhlanje Bebesithi unyana wam lisoka Bebesithi angeke ashade, vul' indlela Vul' indlela weMaMgobhozi He, unyana wam Helele, uyashada namhlanje Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona 'Nyana wami uthathile Bengingazi ng'yombon' umakoti Unyana wam, eh ujongile this time MaRadebe sus' ezoz'specs Uze emshadweni, s'yashadisa namhlanje Bebesithi unyana wam lisoka Bebesithi angeke ashade, vul' indlela Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Kodwa wena MaNgobese He, unomona Ngoba awunanyana Unentombizodwa, ayoyoyo MaNgobese, he unomona He, awunawo 'nyana onjengowami Bengingazi ng'yombon' umakoti Unyana wam', eh ujongile this time MaRadebe sus' ezoz'specs Uze emshadweni, s'yashadisa namhlanje Bebesithi unyana wam lisoka Bebesithi angeke ashade, vul' indlela Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona 'Nyana wam uthathile Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona 'Nyana wam uthathile Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona
Writer(s): Ernest Twala Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out