Создатели

ИСПОЛНИТЕЛИ
Vusi Nova
Vusi Nova
Ведущий вокал
МУЗЫКА И СЛОВА
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
Автор песен
Vususmzi Nongxa
Vususmzi Nongxa
Автор песен
ПРОДЮСЕРЫ И ЗВУКОРЕЖИССЕРЫ
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
Продюсер

Слова

Thandiwe, eh Thandiwe
Thandiwe
Kwasekuqaleni wawunguThandiwe wam
Ndingafuni nokuva nto
Xa ndicinga ndiva ubuhlungu
Izinto zajika, bekutheni na
Oh ndisele ndcinga
(Ndicinga)
(Ngaw' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani)
(Phakathi kwam nawe yeah-iyeah)
(Ndicinga)
(Ngaw' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani)
(Phakathi kwam nawe yeah-iyeah)
Ngoluthando
Nd'cela sihlale sibonisane
Singayek' umhlaba asihlukanise
Kudala siwa mina nawe baby
Kodwa sihlala thina sibambile
Ew' emhlaben kunzima
Andifuni ukuphila ngaphandle kwakho
(Thandiwe, Thandiwe)
(Thandiwe, Thandiwe wam)
(Ndicinga)
(Ngaw' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani)
(Phakathi kwam nawe yeah-iyeah)
(Ndicinga)
(Ngaw' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani)
(Phakathi kwam nawe yeah-iyeah)
(Ndicinga)
(Ngaw' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani)
(Phakathi kwam nawe)
(Ngaw' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani)
(Phakathi kwam nawe)
(Ndicinga)
(Ngaw' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani)
(Phakathi kwam nawe)
Ndicinga
Ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe yeah-iyeah
Written by: Bongani Mahlaole, Vusi Nongxo, Vususmzi Nongxa
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...