Создатели
ИСПОЛНИТЕЛИ
Phikolomzi "June vth" Bam
Дирижер
Liyema Pantsi
Исполнитель
William Ramokeke Maloka
Гитара
МУЗЫКА И СЛОВА
Phikolomzi "June vth" Bam
Автор песен
Liyema Pantsi
Автор песен
Asamkele Maqasho
Композитор
ПРОДЮСЕРЫ И ЗВУКОРЕЖИССЕРЫ
Asamkele Maqasho
Продюсер
Anderson "Andy Beats_AU" Phiri
Продюсер
Слова
Ingab ufuna ntoni na
Kanti kwenze njani nah kutheni utshintshile
Andsakboni mna
Ubulithemba lami lokugqibela
Ngoku sendyakhala
Izenzo zakh azisafan awusand'bambi
Sekyabonakal ukuth awusand'thandi
Cel ukwazi nje ukuthi ungowam
Ngaba usandthanda
Sendyakhala
Izenzo zakh azisafan awusand'bambi
Sekyabonakal ukuth awusand'thandi
Cel ukwazi nje ukuthi ungowam
Ngaba usandthanda
K'dala ndilindile
Phendula imibuz ixesha lifikile
Andsakwazi nokulala
Andisakwazi nokulala
Sthandwa sam akekh omunye
Haaaaaaaaa
Sthandwa sam akekh omunye
Haaaaaaaaa
Haaaaaaaaaaaa
Haaaaaaaaaaa
Haaaaaaaaaaaaaaa
Sendyakhala
Izenzo zakh azisafan awusand'bambi
Sekyabonakal ukuth awusand'thandi
Cel ukwazi nje ukuthi ungowam
Ngaba usandthanda
Written by: Asamkele Maqasho, Liyema Pantsi, Phikolomzi "June vth" Bam