album cover
Ndiveze
album cover
Ndiveze was released on October 13, 2017 by WM South Africa as a part of the album Mgodi
AlbumMgodi
October 13, 2017
LabelWM South Africa
BPM
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Lyrics

[Intro]
Ndiv'ingoma, ingom'enkulu
Ivela kuwe nkwenkwezi
Ndiv'ingoma, ingom'enkulu
Ivela kuwe nkwenkwezi
Ndizoqhubeka, ndiveze
[Verse 1]
Ndiveze, ndiveze, ndiveze
Ndiveze, ndiveze, kaloku
Ndiveze, ndiveze, ndiveze
Ndiveze, ndiveze kaloku
[Verse 2]
Andilovila kaloku
Andingosolalaphi
Ndingu Mashiy'amahle, Ndlebentle zombini
Ndiveze
[Verse 3]
Ndiveze, ndiveze, ndiveze
Ndiveze, ndiveze kaloku
Ndiveze, ndiveze, ndiveze
Ndiveze, ndiveze, ndiveze kaloku
[Verse 4]
Andiboni nzuzo
Andiboni konwaba
Andiboni ntsebenzo
Kodw'ibunzi lam lithe ngqo
Ndiveze
[Verse 5]
Andiboni nzuzo
Andiboni konwaba
Andiboni ntsebenzo
Kodw'ibunzi lam lithe ngqo
Ndiveze
[Verse 6]
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze, ndiveze kaloku
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze, ndiveze kaloku
[Outro]
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze, ndiveze kaloku
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze, ndiveze kaloku
Written by: Bulelwa Mkutukana, Mojalefa Thebe
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...