album cover
Mama (feat. Ringo)
On Tour
album cover
Mama (feat. Ringo) was released on November 13, 2009 by Universal Music (Pty) Ltd. as a part of the album Home Brewed
November 13, 2009
LabelUniversal Music (Pty) Ltd.
BPM123
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Music Video

Music Video

Lyrics

Ndiyabulela
Ngokundithanda
Mama
Mama
Ndiyabulela
Ngokundithanda
Wandigcina
Wandondla
Wandikhulisa
Ebunzimeni
What now, mama?
Oh, ndiyabulela mama wam
(Ndiyabulela)
Ngako konke
(Ndiyabulela mama wam)
(Ndiyabulela)
Ngako konke
(Ndiyabulela mama wam)
(Ndiyabulela)
Ngako konke
(Ndiyabulela mama wam)
Mama
(Ndiyabulela)
Ubunalo
Ithuba lokundikhalala
Ubunalo
Ithuba lokundikhalala
Mama
Ndiyabulela
Ngako konke
Ngako konke
Mama
Ndiyabulela
Ngako
Hlala nam, hlala nam
Ebumnandini
Hlala nam, hlala nam
Ebunzimeni
(Ndiyabulela mama wam)
Hlala nam, hlala nam
(Ndiyabulela)
Ebumnandini
(Ndiyabulela mama wam)
Hlala nam, hlala nam
(Ndiyabulela)
(Ndiyabulela mama wam)
(Ndiyabulela)
(Ndiyabulela mama wam)
(Ndiyabulela)
Mama
Ndiyabulela
Ngako
Wandiqeqesha, wandiqeqesha
Written by: N. I Maphumulo, Ringo Madlingozi
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...