Lyrics

Ntombenhle (enhle kangaka) Ehlal'ezantsi (ezintabeni) Ntombenhle (enhle kangaka) Ehlal'ezantsi (ezintabeni) Bathe betheza (bethez'iinkuni) Kanti iizingcondo (zalomtshakazi) Bathe betheza (bethez'iinkuni) Kanti iizingcondo (zalomtshakazi) Kudal' abafana bend'zulela Bendingqungela kulentaba Kudal' abafana bend'zulela Bendingqungela kulentaba Kudala bendibuza, Ndihlelele ntoni kulentaba Kudal' abafana bend'zulela Bendingqungela kulentaba Kudal' abafana bend'zulela Bendingqungela kulentaba Kudala bendibuza, Ndihlelele ntoni kulentaba Ntombenhle (enhle kangaka) Ehlal'ezantsi (ezintabeni) Ntombenhle (enhle kangaka) Ehlal'ezantsi (ezintabeni) Bathe betheza (bethez'iinkuni) Kanti iizingcondo (zalomtshakazi) Bathe betheza (bethez'iinkuni) Kanti iizingcondo (zalomtshakazi) Ntombenhle (enhle kangaka) Ehlal'ezantsi (ezintabeni) Ntombenhle (enhle kangaka) Ehlal'ezantsi (ezintabeni) Bathe betheza (bethez'iinkuni) Kanti iizingcondo (zalomtshakazi) Bathe betheza (bethez'iinkuni) Kanti iizingcondo (zalomtshakazi) Kudal' abafana bend'zulela Bendingqungela kulentaba Kudal' abafana bend'zulela Bendingqungela kulentaba Kudala bendibuza, Ndihlelele ntoni kulentaba Kudal' abafana bend'zulela Bendingqungela kulentaba Kudal' abafana bend'zulela Bendingqungela kulentaba Kudala bendibuza, Ndihlelele ntoni kulentaba Ntombenhle enhle kangaka Ehlal'ezantsi ezintabeni Ntombenhle (enhle kangaka) Ehlal'ezantsi (ezintabeni) Ntombenhle (enhle kangaka) Ehlal'ezantsi (ezintabeni) Bathe betheza (bethez'iinkuni) Kanti iizingcondo (zalomtshakazi) Bathe betheza (bethez'iinkuni) Kanti iizingcondo (zalomtshakazi) Ntombenhle (enhle kangaka) (Ezintabeni) Ntombenhle (enhle kangaka) Ehlal'ezantsi (ezintabeni) Bathe betheza (bethez'iinkuni) Kanti iizingcondo (zalomtshakazi) Bathe betheza (bethez'iinkuni) Iizingcondo (zalomtshakazi) Ntombenhle (enhle kangaka) Ezintabeni Ntombenhle (enhle kangaka) Bathe betheza (bethez'iinkuni) Kanti iizingcondo (zalomtshakazi) (Bethez'iinkuni) (Zalomtshakazi)
Writer(s): Robinson Malinga, Bulelwa Mkutukana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out