Credits

PERFORMING ARTISTS
Zu.
Zu.
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Nozuko Mapoma
Nozuko Mapoma
Composer

Lyrics

Ukuthanda komntu
Ukubona ngezenzo zakhe
Uluthetha ngamehlo
Xa ndi khangela nzulu
Ndinexhala
Ndikophule na
Uyayaz uba mna ndisakuthanda
Nam ndiyalifun ithuba lokucacisa
Ndonile
Nam ndiyalifun ithuba lokuxolisa
Ndonile
UThando lungakuphambanisa
Uzive ingathi uzawghula
Ingaysuba nguwe yedwa
Kodwa man ndiketh ukukhumbula
Mna nawe Sithandana
Man nawe sonwabile
Nam ndiyalifun ithuba lokucacisa
Ndonile
Nam ndiyalifun ithuba lokuxolisa
Ndonile
UThando lungakuphambanisa
Uzive ingathi uzawghula
Ingaysuba nguwe yedwa
Kodwa man ndiketh ukukhumbula
Mna nawe Sithandana
Man nawe sonwabile
ndicel uxolelwa
nam ndingumntu
nam ndiyaphazama ndinentlungu
naw awonwabanga yamkel uxolo lwam
Nam ndiyalifun ithuba lokucacisa
Ndonile
Nam ndiyalifun ithuba lokuxolisa
Ndonile
UThando lungakuphambanisa
Uzive ingathi uzawghula
Ingaysuba nguwe yedwa
Kodwa man ndiketh ukukhumbula
Mna nawe Sithandana
Man nawe sonwabile
Written by: Nozuko Mapoma
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...