album cover
Andinanto
album cover
Andinanto was released on March 7, 2014 by Universal Music (Pty) Ltd. as a part of the album Nostalgic Moments
March 7, 2014
LabelUniversal Music (Pty) Ltd.
BPM70
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Music Video

Music Video

Lyrics

Ndandihleli
Ndihlel'ebumnyameni
Wafik'usonini nanini
Wandifake ekukhanyeni
Ndandihleli
Ndihlel'ebumnyameni
Wafik'usonini nanini
Wandifake kukhanyeni
Ndandihleli
Ndihlel'ebumnyameni
Wafik'usonini nanini
Wandifake kukhanyeni
Andinanto aph'esandleni
Ndize kanye nkosiyam'
Ndize kanye nkosiyam'
Hey
Andinanto aph'esandleni
Ndize kanye nkosiyam'
Ndize kanye nkosiyam'
Yeah
Intwana ekas'lami
Ifund' ukroof' iphandeli ncosi zakubo ezincane
Ithaima alispani
Nenqondweni yayo istsheli ukuthi ese nabazili
Ebsuku ayilali
Icabanga ukuthi fede bona kusasa bazodlani
Kanti wena umakhelwane onjani
Uyayibona i-situation mara ushaya ngathi awuwazi
Why ntwana yam' uzibulalis' indanda
Ngiyazi impilo i-snux kodwa ubani othe give uper
Why ntwana yam' uvaya nabo Jero
Yibo laba abahlala bakujuta ngento ezingekho
Why ntwana yam' uzibulalis' indanda
Ngiyazi impilo i-snux kodwa ubani othe give uper
Why ntwana yam' uvaya nabo Jero
Yibo laba abahlala bakujuta ngento ezingekho
Andinanto aph'esandleni
Ndize kanye nkosiyam'
Ndize kanye nkosiyam'
Hey
Andinanto aph'esandleni
Ndize kanye nkosiyam'
Ndize kanye nkosiyam'
Yeah
In the midst of the night
Painfull thoughts fill my mind
I see the tears of a crying child
Oh, my, oh, my, yeah
I find myself asking why
I find myself asking why
Every day, everynight a million times
I find myself asking why
Why, why, why, why, why, why
Why, why, why, why, why, why
Why, why, why, why, why, why
Why, why, why, why, why, why
Why, why, why, why, why, why
Why, why, why, why, why, why
Andinanto aph'esandleni
Ndize kanye nkosiyam'
Ndize kanye nkosiyam'
Hey
Andinanto aph'esandleni
Ndize kanye nkosiyam'
Ndize kanye nkosiyam'
Yeah
Written by: Buhlebendalo Mda, Luphindo Ngxanga, Ntsika Fana Ngxanga
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...