Lyrics

Ndandino mfana omuhle Igama lakhe uthandolwethu Bengimthanda endithanda Sasingohlulwa nazizuthumo Wayo phul'nhliziyo yam ndingamcingelanga Wayo phul'nhliziyo yam ndingalindelanga Wethandolwethu, wethandolwethu Ndakwenzani na thandolwethu Ndakwenzani na thandolwethu Hooo uu-uu-uu-uu ho u Ndikxelele Bengicinga ukuba ndizohlala nawe Ngoba konke bendingazi Bendicinga ukuba ungowami Kanti ungowethu sonke Wayo phul'nhliziyo yam ndingamcingelanga Wayo phul'nhliziyo yam ndingamlindelanga Wethandolwethu, wethandolwethu Ndakwenzani na thandolwethu Ndakwenzani na thandolwethu Ukuba kuwe ndiphelele Ndakwenzani na thandolwethu Ndakwenzani na (wayo phul'nhliziyo yam) Wayo phul'nhliziyo yam bo Thandolwethu
Writer(s): Busisiwe Alicia Smith, Gugulethu Khumalo Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out