Lyrics

Xa ndihamba, kwelilizwe 'Bantu bayandibuz'ukuba ndingowaphi Bathi, "Lona, hay'uzalwa ngubani?" Andiyaz'ukuba ndiphendule ndithini Ngoba andiyaz'ukuba, ukuba Hay'andiyaz'ukuba Mna ndingubanina Ndihlel'emawen' ndilind'ufike Ufik'undibambe Ndihlel'emawen' ndilind'ufike Ufik'undibambe Ebusuku, andilali mna Ndiv'abantu bendibiza ngegama Bathi mandiwele nami Andiyaz'ukuba ndiphendule ndithini Ngoba andiyaz'ukuba, ukuba Hay'andiyaz'ukuba Mna ndingubanina Ndihlel'emawen' ndilind'ufike Ufik'undibambe Ndihlel'emawen' ndilind'ufike Ufik'undibambe Ufik'undibambe (undibambe) Ufik'undibambe (undibambe) heyi Ufik'undibambe (undibambe) Ufik'undibambe (undibambe) Ufik'undibambe (undibambe) Ufik'undibambe
Writer(s): Bongeziwe Sipho Samkelwe Mabandla, Paul Cucuron, Alexandre Cucuron Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out