Music Video

Featured In

Credits

PERFORMING ARTISTS
Vusi Nova
Vusi Nova
Performer
VUSUMZI NONGXA
VUSUMZI NONGXA
Lead Vocals
Salvador Pedro Malaze
Salvador Pedro Malaze
Lead Vocals
COMPOSITION & LYRICS
VUSUMZI NONGXA
VUSUMZI NONGXA
Songwriter
Salvador Pedro Malaze
Salvador Pedro Malaze
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Mojalefa Thebe
Mojalefa Thebe
Producer

Lyrics

Mh, hm yeah yeah, oh 'ho Ndim'fumene osenyongweni kum Ndim'fumene umaqondane wam Ndim'fumene osenyongweni kum Ndim'fumene umaqondane wam Mna nawe nzwakazi Kudala si'hamba lendlela Mna nawe baby Kudala si'hamba lendlela Kunzima kungekho lula Izitha zam zenza umsebenzi wazo Kunzima kungekho lula Izitha zam zenza umsebenzi wazo, kodwa Ndim'fumene osenyongweni kum Ndim'fumene umaqondane wam Ndim'fumene osenyongweni kum Ndim'fumene umaqondane wam Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo) Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye) Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo) Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye) Mina nawe nagatha We was made for one another my love Nambi bo summer summer kucio nete nah Ay khona bangezi balunge Ikusani langi wena, wena ulange mina I will always fight for you 'Cause you my love, you're my Queen My everything murandziwa Ndim'fumene osenyongweni kum Ndim'fumene umaqondane wam Ndim'fumene osenyongweni kum Ndim'fumene umaqondane wam Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo) Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye) Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo) Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye) odarli wami Ungawari gatha abange-lunge Nirandza wena itakufashika ungwe Ungawari gatha abange-lunge Nirandza wena itakufashika ungwe Iyoh yoh yoh Sozebalunge ndiz'thandela wena Sofa s'lahlane ngob'ungowam Sozebalunge ndiz'thandela wena Sofa s'lahlane Ndim'fumene osenyongweni kum Ndim'fumene umaqondane wam Ndim'fumene osenyongweni kum Ndim'fumene umaqondane wam Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo) Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye) Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo) Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye) yeah eh yeah
Writer(s): Salvador Pedro Malaze, Vusumzi Nongxa Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out