Listen to Ungowam (feat. Ami Faku) by De Mogul SA

Ungowam (feat. Ami Faku)

De Mogul SA

Pop

Lyrics

Oh-ohhh Thata nas'isandla sam Khauleza Ndikhokhele kwi inhliziyo yakho Andithi uyavuma (Khauwenze) Wanes'uthando (Khauwenze) Emphefumlweni wam ndonwabile Ndiyakudinga (Khauwenze) Ndiyakufuna (Khauwenze) Ndivakalelwe Nguwe baby Kudala Ndiphep'uthando Kwati kovela Wena Ndabon'uba ungowami Ungowam Kudala Ndiphep'uthando Kwati kovela Wena Ndabon'uba ungowam Ungowam Enyanisweni Ufana nje Nenkanyezi Umsulwa kumu Ndikhanyiselwe ngophezulu Andithi uyavuma (Khauwenze) Wanes'uthando (Khauwenze) Emphefumlweni wam ndonwabile Ndiyakudinga (Khauwenze) Ndiyakufuna (Khauwenze) Ndivakalelwe Nguwe baby Kudala Ndiphep'uthando Kwati kovela Wena Ndabon'uba ungowami Ungowam Kudala Ndiphep'uthando Kwati kovela Wena Ndabon'uba ungowam Ungowam Ndikunige lonke Andithi uyavuma Wanes'uthando Emphefumlweni wam ndonwabile Ndiyakudinga Ndiyakufuna Ndivakalelwe Nguwe baby Kudala Ndipheph'uthando Kwati kovela Wena Ndabon'uba ungowam Ungowam
Writer(s): Amanda Faku, Tshepo Vincent Rangaka Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out