Lyrics

Ndiyacela Ukuth'undixolele Ndiyacela Ukuth'undimamele Ndiyazibuza Nzophila njani ngaphandle kwako Ndizohlala Ndikuthanda Ndizohamba Yonkindawo Ndikufuna Aphukhoyo Ndizohamba Yonkindawo Ndikufuna Aphukhoyo Xakonakele Ndingena kholo Xandiphela amandla Nguwe ondikhuthazayo Ndiyazibuza Nzophila njani ngaphandle kwako Ndizohlala Ndikuthanda Ndizohamba Yonkindawo Ndikufuna Aphukhoyo Ndizohamba Yonkindawo Ndikufuna Aphukhoyo Xakonakele Ndicelundixolele Xandiphela mandla Ndicelundimamele Xakonakele Ndicelundixolele Xandiphela mandla Ndicelundimamele Oh ndizohamba Yonki ndawo ndikufuna Ndizohamba yonkindawo Ndikufana yonkindawo Ndizohamba Yonkindawo Ndikufuna Aphukhoyo Ndizohamba Yonkindawo Ndikufuna Aphukhoyo
Writer(s): Johannes Pike Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out