Credits

COMPOSITION & LYRICS
Mr Thela
Mr Thela
Songwriter
Mapressa Mapressa
Mapressa Mapressa
Songwriter
Mikoso Mokubetsane
Mikoso Mokubetsane
Songwriter
Luxolo Mbeki
Luxolo Mbeki
Songwriter

Lyrics

Washa wena
Ekse
Washa wena
Ekse
Washa wena
Ekse (ah ah ah)
Ah ah ah
Ekse
Nguwe
Nguwe
Nguwe (woza)
Nguwe
Ekse
Nguwe
Nguwe
Nguwe (woza)
Nguwe
Ekse bhari nguwe
Uzenz' istixo
Uz'biz' uVan Damme
Ekse kuse Kapa apha
'Ngenwa ngemal' apha
'Kho sofa silahlan' apha (kho sofa silahlan' apha)
Yaz wena, uzofela abanye
Aha aha, uzofel' abanye
Ekse kuse Kapa apha
'Ngenwa ngemal' apha
'Kho sofa silahlan' apha (kho sofa silahlan' apha)
Ching ching ching ching ching
Nantsoke nayoke nankoke
Mapressa ufikile nazoke
Kumanzi, iskorobho khas'coshe
Ku wrong'o, ku wrong'o, ku wrong'o
UNhani no Thela bakhona
Kudala ndiringa mas'pope
Ixesha lifikile mas'bophe
Ni basop'e, ni basop'e, ni basop'e
Nantsoke nayoke nankoke
Mapressa ufikile nazoke
Kumanzi, iskorobho khas'coshe
Ku wrong'o, ku wrong'o, ku wrong'o
UNhani no Thela bakhona
Kudala ndiringa mas'pope
Ixesha lifikile mas'bophe
Ni basop'e, ni basop'e, ni basop'e
Ekse kuse Kapa apha
'Ngenwa ngemal' apha
Aw kuse Kapa apha
'Ngenwa ngemal' apha
'Kho sofa silahlan' apha (washa wena)
Yaz wena, uzofela abanye
Ekse kuse Kapa apha
'Ngenwa ngemal' apha
Aw kuse Kapa apha
'Ngenwa ngemal' apha
'Kho sofa silahlan' apha
Yaz wena, uzofela abanye
Washa wena
Ekse, aha aha
Ekse, aha aha
Ekse
Ekse
Nguwe
Nguwe
K'dlal' uNhani, iclean lawei
Thel' umlilo Simpra, thela baba
Ekse kuse Kapa apha
'Ngenwa ngemal' apha
Aw kuse Kapa apha
'Ngenwa ngemal' apha
'Kho sofa silahlan' apha (washa wena)
Yaz wena, uzofela abanye
Ekse kuse Kapa apha
'Ngenwa ngemal' apha
Aw kuse Kapa apha
'Ngenwa ngemal' apha
'Kho sofa silahlan' apha
Yaz wena, uzofela abanye
Ching ching ching ching ching
Nantsoke nayoke nankoke
Mapressa ufikile nazoke
Kumanzi, iskorobho khas'coshe
Ku wrong'o, ku wrong'o, ku wrong'o
UNhani no Thela bakhona
Kudala ndiringa mas'pope
Ixesha lifikile mas'bophe
Ni basop'e, ni basop'e, ni basop'e
Nantsoke nayoke nankoke
Mapressa ufikile nazoke
Kumanzi, iskorobho khas'coshe
Ku wrong'o, ku wrong'o, ku wrong'o
UNhani no Thela bakhona
Kudala ndiringa mas'pope
Ixesha lifikile mas'bophe
Ni basop'e, ni basop'e, ni basop'e
Written by: Luxolo Mbeki, Mapressa Mapressa, Mikoso Mokubetsane, Mr Thela
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...