album cover
umuntu
5
World
umuntu was released on November 18, 2022 by RNDL Under Exclusive License to emPawa Africa Limited as a part of the album iimini nentsuku
album cover
Release DateNovember 18, 2022
LabelRNDL Under Exclusive License to emPawa Africa Limited
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy
BPM109

Credits

PERFORMING ARTISTS
Thando Skwatsha
Thando Skwatsha
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Thando Skwatsha
Thando Skwatsha
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Milan Rendall
Milan Rendall
Producer

Lyrics

[Verse 1]
Mina k'dala ndikhangel' umuntu
Kudala ndikhangel' ubani
Ndisehla ndinyuka, ndihamba ndibuza
Kodwa wena awutholakali
Hayibo dali igam' ubani
Ngoba elam uyalazi
Ndicel' undixelele sizobon' ukuthi lento yethu izophelaphi
[Verse 2]
Ubuhle bendalo
Ndimane ndikhuz' uk'ba hayi-yoh
Intomb' enhle kanje
Azange ndiphile ndiyibone
[Verse 3]
Mina k'dala ndikhangel' umuntu
Kudala ndikhangel' ubani
Ndisehla ndinyuka, ndihamba ndibuza
Kodwa wena awutholakali
Hayibo dali igam' ubani
Ngoba elam uyalazi
Ndicel' undixelele sizobon' ukuthi lento yethu izophelaphi
[Verse 4]
Indlel' omengayo
Asoze ndiyilibale hayi-yoh
Ubuhle bendalo
Ndancama ndacel' inombolo
[Verse 5]
Mina k'dala ndikhangel' umuntu
Kudala ndikhangel' ubani
Ndisehla ndinyuka, ndihamba ndibuza
Kodwa wena awutholakali
Hayibo dali igam' ubani
Ngoba elam uyalazi
Ndicel' undixelele sizobon' ukuthi lento yethu izophelaphi
[Verse 6]
Wawuthwele enhloko
Ndikhumbula namehl' akho
Kutheni apha kum
Ndiz'bona ndiphethwe lusizi
[Verse 7]
'Khangela lomntana yoh
Ndiyabuza mina yoh
Ndikhangela yena yoh
Andimazi
[Verse 8]
Ah ngoba kudala, awu ngithi kudala
Ndisehla ndenyuka
[Verse 9]
Mina k'dala ndikhangel' umuntu
Kudala ndikhangel' ubani
Ndisehla ndinyuka, ndihamba ndibuza
Kodwa wena awutholakali
Hayibo dali igam' ubani
Ngoba elam uyalazi
Ndicel' undixelele sizobon' ukuthi lento yethu izophelaphi
Written by: Thando Skwatsha
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...