album cover
Number 1
album cover
Number 1 was released on October 21, 2022 by Gallo Record Company as a part of the album Usiba Lwe Gazi
October 21, 2022
LabelGallo Record Company
BPM82
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Music Video

Music Video

Lyrics

Bayayaz' ungubani
Ungu-number 1 wam
Andiva noma kuzani
Baby abayaz' ungubani
Ungu-number 1 wam
Andiva noma kuzani
Mabashukumis' imilomo
Andibeva bathini na
Ndizivalil' indlebe zam
Yeka bashukumis' imilomo
Andibeva bathini na
Uthando luzivalil' indlebe zam
Bayakunyelisa
Bayakungcolisa
Ndival' indlebe zam
Andibeva bathini na
Bayakunyelisa
Bayakungcolisa
Ndival' indlebe zam
Andibeva bathini na
Bayayaz' ungubani
Ungu-number 1 wam
Andiva noma kuzani
Bayayaz' ungubani
Ungu-number 1 wam
Andiva noma kuzani
Mabashukumis' imilomo
Andibeva bathini na
Uthando luzivalil' indlebe zam
Mabashukumis' imilomo
Andibeva bathini na
Uthando luzivalil' indlebe zam
Baby bayeke
Mhlawumbi abenzi ngamabom'
Abazaz' uba benzani
Baby bayeke
Mhlawumbi abenzi ngamabom'
Abazaz' uba benzani
Thatha nans' imali ndik'nike
Uzutheng' igomondela dali uzund'dlise
Ndifun' ichomi zami zind'dike
Kungcono band'shiye
Thatha nans' imali ndik'nike
Uzutheng' igomondela dali uzund'dlise
Ndifun' ichomi zami zind'dike
Kungcono band'shiye
Nhliziyo yami yonke
Ifuna wena wedwa
Mayibe nguwe wedwa
Enhliziyweni yami
Nhliziyo yami yonke
Ifuna wena wedwa
Mayibe nguwe wedwa
Enhliziyweni yami
Bayayaz' ungubani
Ungu-number 1 wam
Andiva noma kuzani
Bayayaz' ungubani
Ungu-number 1 wam
Andiva noma kuzani
Written by: Lesedi Molefe, Nkosinathi Mankayi, Surprise Ndimande
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...