album cover
Ndincede
album cover
Ndincede was released on September 23, 2022 by MELODIA Music as a part of the album Ndikhethiwe
September 23, 2022
LabelMELODIA Music
BPM101
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Music Video

Music Video

Lyrics

Ndincede Nkosi yam
Ndiyek' obu tywala
Ngoba ndinxila uMvulo neCawa
Andinal' elokuthandaza
Hayi mna andisayazi ndicede Nkosi yam
Izinto zam zithand'ukundibhida
Yilo tywala maye yilo tywala
Andinalo elokuthandaza
(Ndincede Nkosi yam)
(Ndiyek' obu tywala)
(Ngoba ndinxila uMvulo neCawa)
(Andinalo elokuthandaza)
(Ndincede Nkosi yam)
(Ndiyek' obu tywala)
(Ngoba ndinxila uMvulo neCawa)
(Andinalo elokuthandaza)
Mina ndizohlala ndihleli nawe
Ngoba akekho omunye ofana nawe
My Lord wen'uyand'thanda
Noma kunjani na
(Ndincede Nkosi yam)
(Ndiyek' obu tywala)
(Ngoba ndinxila uMvulo neCawa)
(Andinalo elokuthandaza)
(Tywala, tywala, tywal' uyandibambezela)

Written by: Ntombokuqala Mambutho, VUSUMZI NONGXA
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...