Lyrics

We ntombazana entle Enomkhitha Ecikiziweyo Molo Bhijebhij'iyazijija Iziqhenya ngobuhle bayo Ngumntakabani lo uthi xa ethe gqi Kusuke kukhanye Yabobothek'indod'incumancumeza Ingangacholi naphantsi Molo molo Molo ntombi Molo Molo molo Molo ntombazana yow Molo molo Molo ntombi Molo Molo molo Molo ntombazana Madoda khwelelani Ngowam lo uza phaya Indod'ekrokrayo Thath'ezakh'iintonga Qula kwedini Madoda khwelelani Ngowam lo uza phaya Lo uza phaya Indod'ekrokrayo Thath'ezakh'intonga Qula kwedini Qula kwedini Ungandijong'ebhatyini Ndityimal'am Ndizityela Amaqhosh'ebhatyam Woah Ungandicuntsi kaloku Andityi kwakho Ndizityela amaqhosh'ebhatyam Aaahhah aaah aaahaaaah Aaahhah aaah aaahaaaah Jikujonge ngaphaya Jik'ujonge ngaphaya ngaphaya Ujonge ngaphaya Aaahhah aaah aaahaaaah Aaahhah aaah aaahaaaah Jik'ujonge ngaphaya Jik'ujonge ngaphaya Ngumhlola ngumhlola mhle UNonzwakazi Ngumhlola ngumhlola Mhl'uNonzwakazi Cikiziwe Unomkhitha Intloko yam Uyayiqhekeza hayi Oh oh oh oh Molo ntombi yasemathileni Tyhini Jik'ubulise kaloku Nobundibona ndindongondongo ndinjena Ungath'andiphilanga Nguwe Nobundibona ndindongondongo ndinjena Andinxilanga Nguwe Molo molo molo ntombi Molo Molo molo molo Ntombazana Bulis'uKhwalo Molo molo Molo ntombi Molo kaloku Molo molo molo Molo ntombazana Nank'uKhwalo, Bulisa, bulisa, bulisa Ntombazana Ndiza kuwe Ndimaphikana Ndiyabaleka Ndihamb'emva kwakho Jik'ujonge Ngaphaya Jika jika jika Ujonge ngaphaya Nank'uKhwal'esiza aaah Ehheheehhehhh Jik'ujonge Jik'ujonge Jik'ujonge Ngaphaya ngaphaya ngaphaya Jik'ujonge Ujonge ngaphaya Ayikh'enyindlela hayi Yiza kuKhwalo Khwalo Ayikh'enyindlela Ayikh'enyindlela Yiza ngapha Kaloku Ntombazana mmhhmm
Writer(s): Dumisani Maswana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out