album cover
Amangongongo
14
Afro-Beat
Amangongongo was released on October 26, 2020 by Kingdom Entertainment Group as a part of the album The End - EP
album cover
Release DateOctober 26, 2020
LabelKingdom Entertainment Group
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy
BPM114

Music Video

Music Video

Credits

PERFORMING ARTISTS
Nezii
Nezii
Performer
Vintage Boyz
Vintage Boyz
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Malcolm Vusi Malaza
Malcolm Vusi Malaza
Songwriter
Neziswa Stungu
Neziswa Stungu
Songwriter

Lyrics

[Verse 1]
Uthando aluboni
Uthanda alunamaqubu
Xa umuthanda umuntu uyam'thanda
Ndamuthanda ndam'themba
Umtano muntu, ndam'thanda ndam'themba, umtano muntu
Hey, eh sanna
[Verse 2]
Ukhe wasemathandweni
Ukhe wathanda umuntu ongenaxesha lakho heeee
Ibe ngathi nebhedi iyajikeleza sana
Elo xesha akana xesha lapho
NePhone eloxesha uyirhoba njalo
Hehe ayi chomi
Awukavanto wena
Ndam'thanda ndam'themba umntwano muntu
Inhliziyo yami bo hoo
[Verse 3]
Ibetha
Amangongongo
Amangongongo
Amangongongo
Amangongongo
Ishaya
Amangongongo
Amangongongo
Amangongongo
Ibetha amangongongo
Ibetha amangongongo
[Verse 4]
Hehe
Ibetha
Amangongongo
Amangongongo
Amangongongo
Andikwazi nokulala ebusuku, andikwazi nokulala
Ibetha
Amangongongo
Amangongongo
Amangongongo
Ayi amangongongo
Nhliziyo yami bo ho, andikwazi nokulala ebusuku Ibetha;
Amangongongo
Amangongongo
Amangongongo
Ndamuthanda ndamuthemba, umuntwno muntu, ngiqala ukumubona
Hehe...Yoh
Ayi chomi
Awukavanto
Uthi uthi uyaguquka sana, ibe ngathi ulapho xani kwakho Xathi Uthi uyajonga iPhone, hhayi dololo
Noma ubuthe Hi! Akasaphenduli
Heee...Hhai
Jonga apha chomi, suba nexesha lom'ntu ongenaxesha lakho
[Verse 5]
Ndam'thanda ndam'themba umntwano muntu, inhliziyo yami bo hoo
Ibetha
Amangongongo
Amangongongo
Amangongongo
Amangongongo
Ishaya
Amangongongo
Amangongongo
Amangongongo
Ibetha amangongongo
Amangongongo, Ibetha amangongongo
[Verse 6]
Ibetha
Amangongongo
Amangongongo
Amangongongo
Andikwazi nokulala ebusuku andikwazi nokulala
Ibetha
Amangongongo
Amangongongo
Amangongongo
Ayi amangongongo
Nhliziyo yami bo ho
Written by: Neziswa Stungu & Malcolm Vusi Malaza
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...