album cover
libali
On Tour
album cover
00:00
00:50
00:55
01:45
02:25
02:35
00:00
05:28
Past 7 Days
libali was discovered most frequently at around 2 minutes and 25 seconds into the song during the past week

Lyrics

Uthi ngoku masiphinde sizame
Silibale konk' ekwenzekileyo
Wandishiya ndikhala ndiligeza
Ndikucenga ub' ungadishiyi
Mna andikalibali
Andikalibali
Mna andikalibali
Andikalibali
Noba sekutheni
Mna andika... andikalibali
Zonk' izint' owandenza zona
Ndizigcine ngaphakathi
Ezi ngoku zikumangazayo
Othi wena awuzikhumbuli
Mna andikalibali
Andikalibali
Mna andikalibali
Andikalibali
Zange ndayeka ukuthanda
Ndikucinga mihla yonke
Emva lonke lonke eli xesha
Isenguwe (apha kumi)
Uba ndingakunik' isandla sam
Ndiqinisekise uba soz' usiyeke
Ibali lami nawe alikapheli
Ndisahleli kulo
Mna andika andikalibali (noba sekutheni)
Andikalibali (mna andika 'ndikalibali)
Mna andikalibali (noba sekutheni)
Andikalibali (mna andika 'ndikalibali)
Ukuthanda wena (noba sekutheni)
Ukuthanda wena (mna ndika, ndikalibali)
Ukuthanda wena (noba sekutheni))
Ukuthanda wena (mna andika ndikalibali)
Noba sekutheni
Mna ndika ndikalibali
Noba sekutheni
Mna ndika ndikalibali
Written by: Bongeziwe Mabandla, Tiago Correia-Paulo
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...