Lyrics

Zahambi intsuku Zahambi inyanga Ya hamb' iminyaka Oh iyelele Bendithi undilibele Bendithi awusandi thandi Bendithi usondi libele Bendithi awusandi thandi Ngomzuzu woku gqibela Jonga Jonga Wenz odumengazo Jonga Ngomzuzu woku gqibela Jonga Jonga Wenz odumengako Jonga Bendithi undilibele Jonga Bendithi awusandi thandi Jonga Bendithi usondi libele Jonga Bendithi awusandi thandi Zahamb' imini Zahambi inyanga Ya hamb' iminyaka Ndalinda kuwe Ndahlale zwini lakho Jonga Jonga Mamelani kum ndinixelele Jonga Oh iyelele Jonga Jonga Jonga Eh Jonga Jonga Jonga nikum I am a testimony of your work You alone are God You alone are good Utshilo ezwini lakho Wathi fear not for I am withyou You knew me before I was formed in my mothers womb Abba abba Father Jonga Jonga Jonga Jonga
Writer(s): Phumelela Boltina Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out