Music Video

Music Video

Credits

PERFORMING ARTISTS
Pro CHxLD
Pro CHxLD
Vocals
Pincode
Pincode
Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Andile Vaphi
Andile Vaphi
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Pro CHxLD
Pro CHxLD
Producer

Lyrics

Umjita met this girl eshop umntana khon'ebetop enxibi top esexy
Uyawaz amajita ngobaseleka ndazphosa kubaby
Yhey know I'm crazy, ndamgoqa goqa ndampos' ubaby ndath come closer girly, uythathil' auti and uyayixoza baby
To tell you the truth ndenza ndi feel.e njenge bhoz ewavy so khandnik' ichance yoba ndphungul oluthando over heavy
Ndceluk showza maybe, ungangayi chance or noba yiveki
And I give you my word kum iveki longer baby oh my baby, uthando lwakho kum lustrong andzenzi and I will never Break your heart coz mntwana you so amazing
You a goddess ngawi auti yakholwa baby and i promise that uba soze ndik' double crosse lady never
And lomagama ndenza mna ndayi ou ka baby njeba zqengqeleki nyanga ndandmane ndiyomcosha late
Then wathu Pregnant ndatshintsha ndath uyaxoka baby qha wen ufunu ndibambisi lahle nje nge oka-pape, eish
I lied cause you didn't say no ndiknik' isnqanda
Now undbuza ngooYolanda nooSisanda nooAmanda inob' unak' undthandabuza ne
(I wonder ndandikthanda?) Girl ndingum rappa wabantu ekasi ndbiz' iintombi zodwa
Kdala ndbadlala ndizdala ndcimba ndimdala bekhala bendnik' istshaba nekas' iyalwaz' udaba
Nditsh' oonondaba bengazhlal' ezam' indaba nooMantaba bengathethi njee ngesfuba samankazana
Huh ngoku ndthol' uthand' emoyeni
Ngase ndikbambe nje ngesthul' abazukuva yeva
I just wanna settle, solw' amafufunyana and fight every battle sobabini sobambisana nyani
Lena yi-history yam ndcel' ungathi bye suthi hayi
Ndfun' uthwalisw' iqhiy' ekhaya ngumamam
Ndikbiz' umnkam, sbiz' abantwan' oozban ban sngalwi besthelekisa xa kubanda ndzokwelekisa
Ndiyakuthanda
Written by: Andile Vaphi
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...