Credits

PERFORMING ARTISTS
Bongeziwe Mabandla
Bongeziwe Mabandla
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Bongeziwe Mabandla
Bongeziwe Mabandla
Songwriter
Tiago Correia-Paulo
Tiago Correia-Paulo
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Jazzworx
Jazzworx
Mastering Engineer
Sevi Spanoudi
Sevi Spanoudi
Executive Producer
Clifford Machingaifa
Clifford Machingaifa
Recording Engineer
Tiago Correia-Paulo
Tiago Correia-Paulo
Mixing Engineer

Lyrics

[Intro]
Aha ha ha
Aha ha ha
Aha ha ha
Aha ha ha
[Verse 1]
Uthando ndalufundiswa nguwe
Abayazi ukuba bandenzelani
Ndithi xa ndisiwa, ndiphakamiswa nguwe
Uthi kum nguwe, nguw'ithemba lam
[Verse 2]
Ixesha liyahamba ngoku
Ndiyavuya lihamba nami nawe
Izinto ziyafika zihambe
Umhlaba uyabafihla bonk'abantu
[Verse 3]
Soze, soze ndikulibale
Soze, soze
Phambi koba litshone ilanga
Mandibulele uThixo ngawe
[Verse 4]
Ixesha liyahamba ngoku
Kodwa ndiyavuya lihamba nami nawe
Noba sendingekho kwelilizwe
Ndiwele le kweliny'icala
Oluthando soze luphele
Olwa-, elolwaphakade
[Verse 5]
Soze, soze ndikulibale
Soze, soze
Soze, soze ndikulibale
Soze, soze
[Outro]
Aha ha ha
Aha ha ha
Aha ha ha
Aha ha ha
[Outro]
Soze ndikulibale
Mna ndikulibale
Ndikulibale
Soze, soze
Ndikulibale
Written by: Bongeziwe Mabandla, Tiago Correia-Paulo
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...