album cover
Masambeni
6
Music
Masambeni was released on August 7, 2023 by Independent as a part of the album Pathway to Coins - EP
album cover
Release DateAugust 7, 2023
LabelIndependent
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy
BPM95

Credits

Lyrics

Iyo yo yo. (Yeah yeah)
Khandimjongeni na
Yen'ubhabha emaweni
Anindivanga mna
Ndithi molweni
Akekh'omunye onothi kum
Nzophalala
Ndikhule kulanjwe khaya
Kodwa mna ndinamadla
Zami mpilo
Faku mlilo
Ndifikile mna
Masambeni bantase
Iyo yoyoyoyo
Ebomini ndikhethiwe
Ndiyabulela mna
Akulaleki namhlanje
Iyo yoyoyoyo
Masambeni
Wolowolo lelala
Le la
Ebomini ndikhethiwe
Ndiyabulela mna
Akulaleki namhlanje (ay yah)
Iyo yoyoyoyo
Elakhe iliso libona
Apho singaboni khona
Ngenyimini mntasekhaya uthixo
Uyakuphumelelisa ungaze ubelieve ukuba nguwe lo namhlanje usendaweni eright yabo
Uthixo akamlahli umntu wakhe
Nyamezela mntase lizolunga
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...