Lyrics

Bulelani kuJehova Ngokuba elungile Kuba ububele bakhe Bungunaphakade Asho amaIsrayeli Izindlu zawo zonke Athi ububele bakhe Bungunaphakade Asho amaIsrayeli Izindlu zawo zonke Athi ububele bakhe Bungunaphakade Ndikhokhele weJehova Ndikumhambi Nkosi Yami Wona amandla andinawo Ndibuthakathaka Ndikhokhele weJehova Ndikumhambi Nkosi Yami Wona amandla andinawo Ndibuthakathaka Bulelani kuJehova Ngokuba elungile Kuba ububele bakhe Bungunaphakade Asho amaIsrayeli Izindlu zawo zonke Athi ububele bakhe Bungunaphakade Asho amaIsrayeli Izindlu zawo zonke Athi ububele bakhe Bungunaphakade Ndikhokhele weJehova Ndikumhambi Nkosi Yami Wona amandla andinawo Ndibuthakathaka Ndikhokhele weJehova Ndikumhambi Nkosi Yami Wona amandla andinawo Ndibuthakathaka Asho amaIsrayeli Izindlu zawo zonke Athi ububele bakhe Bungunaphakade Asho amaIsrayeli Izindlu zawo zonke Athi ububele bakhe Bungunaphakade Ndikhokhele weJehova Ndikumhambi Nkosi Yami Wona amandla andinawo Ndibuthakathaka Ndikhokhele weJehova Ndikumhambi Nkosi Yami Wona amandla andinawo Ndibuthakathaka Ndikhokhele weJehova Ndikumhambi Nkosi Yami Wona amandla andinawo Ndibuthakathaka
Writer(s): Sipho Mbele, Lundi Tyamara Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out