album cover
Amen
album cover
00:00
00:35
00:55
01:15
04:10
00:00
04:57
Past 7 Days
Amen was discovered most frequently at around 55 seconds into the song during the past week

Music Video

Music Video

Lyrics

[Intro]
Nala manzi siwaselayo
Siwanikwe Nguwe
Noku kutya sikutyayo
Sikuphiwe Nguwe
[Verse 1]
Wazidala into zonke
Wena Thixo Wedwa
Akwancedwa nangubani
Kumsebenzi Wakho
[Verse 2]
Nala manzi siwaselayo
Siwanikwe Nguwe
Noku kutya sikutyayo
Sikuphiwe Nguwe
[Verse 3]
Kwakufik’utshaba lwabo
Lwabahlutha zona
Bakudela Wena Thixo
Beva izwi Lalo
[Verse 4]
Nala manzi siwaselayo
Siwanikwe Nguwe
Noku kutya sikutyayo
Sikuphiwe Nguwe
[Verse 5]
Wath’ukuze basindiswe
Wenza ngezibele
Wabanika uNyana wakho
Eze kuba fela
[Outro]
Amen, amen, amen, amen
Amen, amen, amen
Amen, amen, amen, amen
Amen, amen, amen
Written by: Luphindo Ngxanga, Ntsika Fana Ngxanga, Theodorah Matshoba

Loading...