album cover
Mntase (feat. E.X.)
17,107
Dance
Mntase (feat. E.X.) was released on July 19, 2024 by Sino Msolo Records as a part of the album KWAM
album cover
Most Popular
Past 7 Days
01:00 - 01:25
Mntase (feat. E.X.) was discovered most frequently at around 1 minutes into the song during the past week
00:45
01:00
01:25
06:15
00:00
07:14

Music Video

Music Video

Credits

PERFORMING ARTISTS
Sino Msolo
Sino Msolo
Performer
Zain SA
Zain SA
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Mthintheki Ennocent Mzizi
Mthintheki Ennocent Mzizi
Composer
Sinoyolo Msolo
Sinoyolo Msolo
Songwriter
Zama Cameron Mbanga
Zama Cameron Mbanga
Songwriter

Lyrics

[Intro]
Ndiyacela Nkosi
Undikhanyisele
Ngokhanyiso
Lwakho olungacimiyo
[Verse 1]
Ngoba lamaxeba ahaah
Awekho esandleni
Agcwele entlizweni
[Verse 2]
Akululanga ah ahaah ha
Ukwamkela ukwehlukana
Naye umuntu umthanda
[Verse 3]
Akululanga ah ahaah
Ukwamkela ixesha lakho
Lidlulile sthandwa ahh
[Verse 4]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 5]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 6]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 7]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 8]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 9]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 10]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 11]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 12]
UnguThixo wenyaniso
Yixolise naleyam intliziyo
Belukhon’uthando lweqiniso
[Verse 13]
Akululanga ke
Ukwamkela ukwehlukana
Naye umuntu umthanda
Akululanga ke ye
Ukwamkela ixesha lakho
Lidlulile sthandwa weh
[Verse 14]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 15]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 16]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 17]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 18]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 19]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Verse 20]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
[Outro]
Mntase
Mntase
Ndiyakukhumbula mntase
Written by: Mthintheki Ennocent Mzizi, Sinoyolo Msolo, Zama Cameron Mbanga
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...