album cover
Amandla
album cover
Amandla was released on August 30, 2024 by Olothando Music as a part of the album Ndilimele - EP
ReleasedAugust 30, 2024
LabelOlothando Music
LanguageEnglish
BPM84
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Lyrics

Amandla ndiwaphiwe, ndiwaphiwe
Okumelana nazo
Amandla ndiwaphiwe, ndiwaphiwe
Okumelana nazo Iintlungu zanamhlanje
Iintlungu zalomhlaba
Iintlungu zanamhlanje
Iintlungu zalomhlaba
Noba kutshona ilanga
Noba kusiza imvula
Ndiyazi uMdali uhlel'enam (uhlel'enam)
Andoyikiswa bubumnyama
Lizaw'phuma ekuseni
Andoyikiswa yingqele
Liyeza ilanga (Amen)
Undibumbile wena wayazi impilo yam (Amen)
Uyalibona ikusasa lam
Namhlanje lam liyaziwa nguwe
Liyabonwa nguwe,
Wena Mdali Wena Mdali
Amandla ndiwaphiwe, ndiwaphiwe
Okumelana nazo
Amandla ndiwaphiwe, ndiwaphiwe
Okumelana nazo Iintlungu zanamhlanje
Iintlungu zalomhlaba
Iintlungu zanamhlanje
Iintlungu zalomhlaba
Ndonganyelwe ngamandla
Ndonganyelwe kukukhanya
Bubonwa zingelosi zezulu
Iintshaba azonwabi, usathana akalali
Uyazibuza ndenzanjani mnandedwa
NguThixo, lukholo ngamandla ezulu
Ndivuka ndithethe
Ndivuka ndidale okungekho
Ngokholo ndiyathetha
Ngokholo ndiyakholwa noba ingekho
Amandla ndinawo
Amandla ndiwaphiwe, ndiwaphiwe
Okumelana nazo
Amandla ndiwaphiwe, ndiwaphiwe
Okumelana nazo Iintlungu zanamhlanje
Iintlungu zalomhlaba
Iintlungu zanamhlanje
Iintlungu zalomhlaba
Amandla ndiwaphiwe, ndiwaphiwe
Okumelana nazo
Amandla ndiwaphiwe, ndiwaphiwe
Okumelana nazo Iintlungu zanamhlanje
Iintlungu zalomhlaba
Iintlungu zanamhlanje
Iintlungu zalomhlaba
Written by: Olothando Ndamase, Songeziwe Roto, Thembelani Fyn

Loading...