album cover
Mawawa
album cover
Mawawa was released on September 20, 2024 by Soilsista Projects (Pty) Ltd as a part of the album Hele
AlbumHele
September 20, 2024
LabelSoilsista Projects (Pty) Ltd
LanguageEnglish
BPM123
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Lyrics

Mbhalakaqoshe!
Thole lasebaThenjini
Mawawa
Wena ofukanywe lilanga
Unemfundumalo mzali wam
Mawawa
Wena Nzalabantu yamantombazana
Mawawa Oh mzali wam
Sbanekazi sezizukulwana
Mbhalakaqoshe
Mntomntwana
Wena molokazana woo Ndoko
Wena Skhukukazi Ndlovukazi
Mawawa, Heeee Mzali Wam
Mawawa, Heeee Nzalabantu
Mawawa
Ndingaba yintoni na,ngaphandle kwakho mzalikazi Yhhheyi Mawawa
Mawawa, Mntomntwana, Mzalikazi
MZALIKAZI WAMANTOMBAZANA
Written by: Buhle Gertrude Mda

Loading...