album cover
WAR CRY
182
Rap
WAR CRY was released on July 5, 2024 by Bravo Le Roux as a part of the album War Cry (Original) - Single
album cover
Release DateJuly 5, 2024
LabelBravo Le Roux
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy
BPM70

Music Video

Music Video

Credits

PERFORMING ARTISTS
Bravo Le Roux
Bravo Le Roux
Performer
Sinesipho Peter
Sinesipho Peter
Rap
COMPOSITION & LYRICS
Sinesipho Peter
Sinesipho Peter
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Shaney Jay
Shaney Jay
Mastering Engineer

Lyrics

Zumpe mntaka mama
Zumpe haa ufiki zolo mntaka mama
Zumpe mntaka mama
Zumpe haa ufiki zolo mntaka mama
Hay, andinokwazi uba racist,
ikamva lam limhlophe.
Ngubani ebesithi ndi basic? Masimnike amanzi asele axole
Okanye athathe intambo azixhome
Yazi niyandixoza
Hay Andisahlali kwa uhlala nani, cause isidima sam niyasithoba
Emalini ababonakali
eAirport abatholakali
Bathande bonke, ungathembi namnye
Kuba abantu abaqondakali
Yazi abantu baziz'khohlakali
Jonga abantu is onakopolayo
Uzumjonge lo uvaya naye xa ubala imali uzokujonga njani
Ekse, ndanditheni kuni?
Ndicele ubuza ndanditheni kuni?
Zange ndithi mna ndizophuma ekasi nditye umhlaba ngale tsotsi taal?
Zange ndithi mna ndizothatha isiXhosa siye overseas with iitshomi zam?
Ndikhule ndisitya ifrench ngoku ndise France nditya icroisant
Mna ndingu manqoba njenge zinwele ze Khoisan
Iintshaba zam zifuna sixolelane
Ex zam zifuna sibuyelane
Andithanga nqa ba nithini ngam
Kuba imission yam mna kuvus' ikhaya
Written by: Sinesipho Peter
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...