album cover
NITHULELENI
album cover
NITHULELENI was released on April 25, 2025 by Sound African Recordings as a part of the album IKHWELO
AlbumIKHWELO
April 25, 2025
LabelSound African Recordings
BPM53
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Lyrics

[Intro]
Nithuleleni na
Siphela kanjena
Oh nithuleleni na
Sibulalana kanjena
[Verse 1]
Oh nithuleleni na
Kusonakala kanjena
Oh nithuleleni na
Ilizwe liyaphela
[Verse 2]
Nguban’owaziyo (Asazi)
Mhlawumbi asivakali thina
Mhlawumbi siyamonelana
Mhlawumbi asibonakali ndawo
Mhlawumbi asithandani
[Verse 3]
Kodwa
Inye qha
Int'endicelayo sisdima (Inye)
Inye qha
Int'endicelayo luthando (Inye)
Inye qha
Int'endicelayo bubunye (Inye)
Inye qha
Int’endicelayo yimpilo
[Verse 4]
Hey, ndiyabuza (Nithuleleni na )
Oh nithuleleni na
Bebulawa abantwana mihla yonke (Mihla yonke)
Oh nithuleleni na (Khuseni)
Khuselani abazali bethu mihla yonke
[Verse 5]
Oh nithuleleni na
Saphela ngoo tsotsi nezigebenga
Oh nithuleleni na
Isizwe siyaphela
[Verse 6]
Bathi mandibuze
Iqale nini ukuba bubomi igolide
Xelelan’umntakwethu
Usisiphiwo, ah usisiphiwo
Mxelelen’udade wethu
Ungumzekel’omhle ngonaphakade
[Verse 7]
Xelelani ezinkokheli
Aziphileli zona zodwa
Baxelelen’oohlohlesakhe
Lemini iyeza nakubo
[Verse 8]
Mxeleleni umntakwethu
Usisiphiwo, oh usisiphiwo
Mxelelen’udade wethu
Ungumzekel’omhle ngonaphakade
[Verse 9]
Xelelani ezinkokheli
Aziphileli zona zodwa
Baxelelen’oohlohlesakhe
Lemini iyeza nakubo (Lemini iyeza nakubo)
Ndiyabuza
[Verse 10]
Nithuleleni na
Siphela kanjena
Nithuleleni na
Sibulalana kanjena
Oh
[Verse 11]
Nithuleleni na
Kusonakala kanjena
Hey
Nithuleleni na
Ilizwe liyaphela
[Outro]
Nithuleleni na
Nithuleleni na
Written by: Kutloano Makota, Ringo Madlingozi
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...