album cover
Mthuthuzeli
album cover
00:00
01:10
01:20
01:35
01:55
02:45
03:00
03:30
04:00
04:25
04:30
04:50
05:10
05:15
05:35
05:40
05:45
06:10
06:30
07:05
08:05
00:00
08:14
Past 7 Days
Mthuthuzeli was discovered most frequently at around 1 minutes and 55 seconds into the song during the past week

Lyrics

[Intro]
Nguban' othuthuzel' umthuthuzeli
Iinyembezi zakhe
Zosulwa ngubani na
Nguban' othuthuzel' umthuthuzeli
Iinyembezi zakhe
Zosulwa ngubani na
[Verse 1]
Ngoba noma enezinkinga
Akakwazi ukuzikhuluma
Nemizwa yakhe
Uyivalela ngaphakathi
[Verse 2]
Oh, nguban' othuthuzel' umthuthuzeli
Oh Bawo
Sul' inyembezi zaba'khalela ngaphakathi
Oh Bawo
Yiva isikhalo, sabakhala ebumnyaneni
[Verse 3]
Kuyazwakala
Ukuthi kunzima ukungathethi nawe
Kuyabonakala
Ukuthi kunzima ukungaphili nawe
[Verse 4]
Ndiyalimala
Ndiphelele amandla
Andikwazi nokulala
Andifuni nokukhala
Ndiyalimala
Ndiphelele amandla
Andikwazi nokulala
Andifuni nokukhala
[Verse 5]
Nguban' othuthuzel' umthuthuzeli
Iinyembezi zakhe
Zosulwa ngubani na
[Verse 6]
Ngoba noma enezinkinga
Akakwazi ukuzikhuluma
Nemizwa yakhe
Uyivalela ngaphakathi
[Verse 7]
Kuyazwakala
Ukuthi kunzima ungathethi nawe
Kuyabonakala
Ukuthi kunzima ungaphile nawe
[Verse 8]
Ndiyalimala
Ndiphelele amandla
Andikwazi nokulala
Andifuni nokukhala
Ndiyalimala
Ndiphelele amandla
Andikwazi nokulala
Andifuni nokukhala
Written by: Babalwa Mavuso, Kelvin Thato Letwaba, Samuel Seloane, Yolanda Nyembezi
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...